Four men have been taken in for questioning in connection with the murder of five policemen and a civilian in Ngcobo.
Ukusukela ngaphambi kokufika kwabasemzini kweli lizwekazi lase-Afrika abantu balo mhlaba babephila ngokuzenzela ngezandla zabo bevelisa ukutya, izinto zokunxiba ...
“Eli lizwe liyakuya phambili kuphela xa abantu abatsha bedlala indima ephambili ekuzixhobiseni ngezakhono kwakunye nemfundo. ” ...
“Ukuthobela imiqathango nemigqaliselo yezoshishino ...
“Kulo nyaka-mali siza kuqhuba neli phulo lokubuyiswa kwala majoni kwaye oku kuquka noDavid Stuurman,” utsho -uAndile Nduna wesebe lemidlalo, inkcubeko nemicimbi ...
Ikomiti ejongene nemicimbi yezempilo kwipalamente yephondo leMpuma Koloni imemelela intsebenziswano emandla phakathi kwabazali, iinkosi zemveli, amadoda kwakunye ...
Icela uncedo nokuba lolunjani indoda eminyaka engamashumi amathathu anesibhozo yaseLady Frere kwingxaki yesifo esenza nzima ubomi bakhe ukusukela ngonyaka ka1987. ...
Kulindeleke ubukho bee-kumkani eziphuma kwizindlu ...
UTHIWE nkaa ngeshumi elinesihlanu umfama waseCumakala, emva kokuba inkundla yale ngingqi imfumene enetyala izolo. Lo mfama, uWilliam Martin Knoetze ebevele enkundleni ...
Lifumene inkxaso engathethekiyo uqhankqalazo lwabahlali baseCumakala nebelikhokelwa ngumphathiswa wesebe lophuhliso lwentlalo yoluntu kweliphondo, uNancy Sihlwayi, ...
Umongameli wombutho weUDM uBantu Holomisa ugxeke kabukhali isikhululo soMhlobo Wenene ngento ayibize ngokuba kukusetyenziswa kwenkqubo yeMvuselelo nje ngesixhobo ...
IYunivesithi i-Walter Sisulu (WSU) eMthatha kulindeleke ukuba iwonge ngesidanga sobugqirha uSizwe Nxasana ngethuba izakuba iqhuba uthweso zidanga zonyaka ka-2015 ...
Kulindeleke ukuba kubiyiswe amanye amathambo amajoni emikhosi yemibutho yenkululeko kweli nawathi abhubhela kumazwe angaphandle esilwela inkululeko yelizwe loMzantsi ...
Liphantsi inani labantu ababhubhe kwiI-ngozi zendlela kweliphondo leMpuma Koloni kwinyanga kaTshazimpuzi walonyaka xa kuthelekiswa neminyaka engaphambili
IInkokheli zemveli zesizwe samaKhoi zivakalise ukudana sisiganeko sokonakaliswa oknaye ukungcoliswa kwengcwaba lika Sarah Baartman eHankey kweli leMpuma Koloni
Kulindeleke ukuba zothule ingxelo yazo kumasipala wase Malahleni iinkosi zakwa Gcina malunga nezimvo zazo kwisiphakamiso sokumiswa komfanekiso oqingqiweyo kakumkanikazi ...
Amaqela omculo wevangeli, amagqirha, umbhaqanga nomaskandi bafumene ithuba lokubonakalisa izakhono zabo, ngethuba kuqhutywa umnyhadala womculo kuKomani kwiveki ephelileyo ...
Limiselwe ngokusesikweni iphulo lokuphucula idolophu yase Dikeni ngoLwesibini, nalapho umphathiswa wesebe lezendlela uThandiswa Marawu athe wakhokela igqiza lesebe ...
Ubusika buzakufika bexhobile abantwana besikolo iMnyanda Primary School kwaZakhele eBhayi kulandela isisa abasenzelwe nguceba wabo wakwa wadi 18 uNomhle Mzilikazi. ...
Oyinkokheli yeqela labantu abaphuma kwilizwe lase Uganda nase Kenya uOma Lule, wenze amazwi ombulelo kubantu bephondo le Mpuma Koloni kwidolophu yase Monti, ngokubaxhasa ...
Umphathiswa wesebe lophuhliso lamaphandle kweliphondo uMlibo Qoboshiyane unikezele ngeenkomo eziquka inkunzi zamaBhraman, iiNguni neeBhonsmara kumafama amangaphezu ...
Umphathiswa wesebe lezindlu kweliphondo leMpuma Koloni uHelen Sauls-August ekunye nosodolophu wase- Amathole uNomasikizi Konza, bazakugqithisa indlu entsha kwisapho ...
Kuvunyelenwe ngokuba kukhe kunqunyanyiswe okwethutyana ukumiswa komfanekiso oqingqiweyo kakumkanikazi uNonesi kwidolophu yase Lady Frere kumasipala wase Malahleni. ...
Kulindeleke amaqabaza wekhephu kwindawo ezithile zephondo leMpuma Koloni nanje ngoko ungena ngamandla umsinga obandayo kweli loMpuma Koloni, ingakumbi kwidolophu ...
Lizele amaduna namathokazi iphulo lolimo kumafama ase Bholothwa eDutywa emva kokungenelela kwesebe lezolimo nophuhliso lwamaphandle kweliphondo leMpuma Koloni