UJose Riveiro uthi kuyamvuyisa okwenzeka kwiPirates
Amakhosi agxeleshe ukubethela iChippa United kowayo ngempelaveki
Wonwabe kakhulu uNabi emva kokuphumelela kweChiefs izolo
Akonwabanga umqeqeshi emva kokubethwa kweMamelodi Sundowns
UNdabeni ukhokela iphulo likaRhulumente lokunceda abantu beziphaza
Uchulumancile uSiyabulela Hem emva kokubetha uJohn Zile
uAdriaan Wildschutt noJane Chocho bazuze iimbasa kugqatso obeluseGqeberha
Amakhosi aya emdlalweni wokugqibela emva kokuwisa iMamelodi Sundowns
IPirates idlulele phambili kwiNedbank Cup emva kokubetha iMarumo Gallants
IMarumo Gallants idibana nePirates emdlalweni weNedbank Cup namhlanje emalanga
Amakhosi adibana neSundowns emdlalweni weNedbank Cup
USanelisiwe Qayi uvuyela iwonga alifumene kwiyunivesithi yaseNtshona Koloni
URiveiro uwancomile amaqela waseMzantsi Afrika aqhube kakuhle kwiCAF
iStellenbosch iye phambili kwiCAF Confederation emva kokuphumelela izolo
Kuvulwa uMakro omtsha kraca eGonubie kwiiveki ezizayo
iAfriForum ithi makaxolise uMphathiswa wamaPolisa okanye uza kumangalelwa
UFaku uthi yiAmatola Water edala ingxaki yamanzi eBuffalo City
UCardoso uyincomile iSundowns exhaye iEsperance kwiCAF Champions League
Abasebenzi babeke ilitha kurhwaphilizo nolawulo oluhexayo eBuffalo City Municipality
Wonwabe kakhulu uRawu obuye negolide eBloemfontein
Ingafudukela eMonti kwisizini elandelayo iChippa United
UVela Khumalo uzingomb' isifuba ngokusa Amajimbos kwiFifa U-17 World Cup
UTinkler uthi iSekhukhune ilwela ukudlala kwiCAF Confederation Cup
Kutheni itumente yehlabathi yombhoxo ihambela kude eMzantsi Afrika
Kuza kukhutshwa ithenda yeVAR kule veki, utsho uGayton McKenzie!